[ᵁᵐᵗʰᵉⁿᵈᵉˡᵉᵏᵒ ᵂᵉⁿᴷᵒˢⁱ]🍷🍪ᴺᵒᵏᵘᵖʰᵉʰˡᵉˡᵉˡʷᵃ ᴷʷᵃᵇᵃⁿᵗʷᵃⁿᵃ :ᴹᵉᵃʳᵃ ᴹᵉᵗʰᵒᵈⁱˢᵗ ᶜʰᵘʳᶜʰ | Circuit 339 |||
[ᴹᵉᵃʳᵃ ˢᵒᶜⁱᵉᵗʸ ⁻ ³⁰/⁰⁹/²⁰¹²]
1.𝗢𝗪𝗔𝗤𝗔𝗟'esemncinane
Ukumkhonz' uThixo wakhe,
Uya vuya yena.
Usindile , enje njalo,
Kwiinkathazo ezininzi,
Emhlabeni apha.
2.Icham lakhe lelikhulu,
Linoyolo, linamandla,
Ngamaxesha onke ;
Xa uYesu amlandela,
Ngikuthanda, nangokwenza
Konke okungcwele.
3.Le nto iyinene kanye;
Bonke abamkhonz' uThixo
banenyhweba bona,
NguYe lowo ongumncedi,
Wokunceda ngeento zonke
Zomabin' amazwe.
4.Ma ndithembe Yena ngoko
Ndikhangele kuYe yedwa
Ukonwaba kwami.
Ndiyilahl' inkonzo yimbi,
Ma ndiyenze intw' enkulu
Yonk' inkonzo yaKhe.
Amen.
Ещё видео!